Yesu, Langa Lomphefumlo Lyrics (Ndiyakuthi Ndakudinwa – Andile KamaJola)

Andile KaMajola Chapter 11

Yesu, langa lomphefumlo Lyrics and Translations video.

South African Gospel artist Pastor Andile KaMajola album called Chapter11 #AndileKaMajolaChapter11 OUT NOW in all Digital stores, CDs and USBs order yours today via our WhatsApp line 064 960 8443.


Ndiyakuthi Ndakudinwa lyrics rendition by Andile KaMajola with English translations video


x2
Ndiyakuthi ndakudinwa [ When I get tired]
Akuphela’ mandlomzimba [When my bodies strength is depleted]

Ndiziphakamise [I will lift up]
Ndiphakamis’ izandla [I will lift up my hands]
Ndiwamkele kuw’amandla [I will receive my strength]

x2
Yesu Langa lomphefumlo [ Jesus Light of my soul]
Akumnyama xa ukhoyo [There is no darkness where you are]

Makungabikho nanye into [Let there be no other thing]
Enokundahlula nawe [That can separate me from you]

x2
Thixo akunangqaleko [God there is no beginning]
Thixo akunangqibeko [God, there is no ending]

x2
Ukho wena [You are here ]
Ukho endaweni zonke [ You are present at all places]
Ukho ngamaxesha onke [You are there at all time]

x1
Sizukisa wena ukho [We praise you]
Ukho endaweni zonke [ You are present at all places]
Ukho ngamaxesha onke [You are there at all time]